ISAFA IFUMENE ABAXHASI ABATSHA
ISouth African Football Association (SAFA) ibhengezile emva kwemini ngoMvulo ukuba ifumene abaxhasi abatsha, uStandard Bank. Esisivumelwano seminyaka emine kunye noStandard Bank nesithiwe cihoho eRosebank, eRhawutini, sibandakanya onke amaqela esizwe kwibhola…