UDAVIDS UYISHIYILE ISIMBA
Owayengumqeqeshi weMaritzburg United, uFadluraghman ‘Fadlu’ Davids, uqinisekisile emva kwemini ngoMvulo ukuba ulishiyile iqela eliphambili laseTanzania, iSimba SC. UDavids, oyinzalelwane zyaseKapa, usendleleni eya eCasablanca, apho azakuzibandakanya khona neRaja Club Athletic kwiMoroccan…