BOXING

UMGABI UBUYA NGOMLO NOGANGQA 

Emva kokuphulukana nentshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight ngenxa yokungabenzi ubunzima obabulindelekile, waze wahliselwa ngezantsi kuluhlu lweembethi-manqindi nangona engekabethwa okanye alwe ngokulingana, uLwando Mgabi uzakubuyela

Read More »

UCECANE AKAZOKUBAKHO KUMLO KASOGCWAYI 

Emva kokukhokelela uSanele ‘V16’ Sogcwayi kwimpumelelo kwimilo yakhe emibini yokuqala, umqeqeshi ozinze eMdantsane uNcedo Cecane akazokubakho xa lembethi-manqindi isilwa kulenyanga ezayo. USogcwayi uzakulwa no-Eric Zwane

Read More »

UMHLA OMTSHA WOMLO KANGXAKA 

Umlo wentshinga yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight wenjinga uMthokozisi Ngxaka umiselwe iCawa umhla weshumi elinesixhenxe ku-Agasti.  Ekuqaleni, uNgxaka ebebekelwe ukuba alwe noThinumzi Gqola ngeCawa umhla wesithathu

Read More »
css.php