MUTAVHATSINDIS IN PIETERMARITZBURG ‘HEIST’
The husband and wife combination of boxing trainer Immanuel Mutavhatsindi and his Bethlehem-born wife Nosiacwase Dube-Mutavhatsindi bore fruits at the Pietermaritzburg City Hall on Tuesday
Your News, Our News
The husband and wife combination of boxing trainer Immanuel Mutavhatsindi and his Bethlehem-born wife Nosiacwase Dube-Mutavhatsindi bore fruits at the Pietermaritzburg City Hall on Tuesday
Imbethi-manqindi engudubul’egeqa uMxolisi ‘Nation’ Zuma waseMpangeni, KwaZulu-Natal, uneenjongo zokucela umngeni kwintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight uSiyabulela ‘Showtime’ Hem ebutsheni bonyaka ozayo. UHem, oneminyaka engamashumi amabini
Knockout specialist Mxolisi ‘Nation’ Zuma from Empangeni, KwaZulu-Natal, is aiming to challenge reigning South African junior-featherweight champion Siyabulela ‘Showtime’ Hem in the new year. The
Emva kokuwiswa kathathu ngaphambi kokuba usompempe uLulama Mtya angenelele, awuchithe umlo wakhe noSiyabulela ‘Showtime’ Hem e-Orient Theatre, eMonti, ngokuhlwa kwangoMgqibelo, uBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu usazalela entla
Dropped in each round before fight referee Lulama Mtya intervened and stopped his clash against Siyabulela ‘Showtime’ Hem at the Orient Theatre in East London
Kumaxa amaninzi, uBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu, oneminyaka engamashumi amane anesihlanu, udla ngokungabonakalisi ukuba noko sele ihambile iminyaka yakhe, kodwa ubudala bakhe bubonakele ngethuba enqunyanyiswa nguSiyabulela ‘Showtime’