BOXING

UTEYISI UNYUKELE PHEZULU KUMANQWANQWA E-IBF 

Logama esakhangela ikhaya elitsha, apho azakuthelekiswa khona, esafuna nomqeqeshi omtsha, uSiseko ‘Panda’ Teyisi wonyukele phezulu kumanqwanqwa e-International Boxing Federation (IBF) kudidi lwejunior-flyweight.  UTeyisi uye kwixesha

Read More »

UZAKULWA KWAKHONA UFORTUIN

Izinto zibonakala ziyihambela kakuhle intshatsheli yesizwe, uSharadene Fortuin, njengokuba ezakulwa okwesibini kwisithuba esingaphantsi kweenyanga ezine. Emva kokuyikhusela ngempumelelo intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi

Read More »
css.php