Category: Boxing

KUVELA IMIBUZO NGOKUQESHWA KUKAZIBEKO

Sele kuveze imibuzo ukuqeshwa kukaLuthando ‘Trompies’ Zibeko njengesithethi sikaBoxing South Africa (BSA) kwiveki ephelileyo. Abantu abazibiza ngokuba ngabathandi bamanqindi babhalele kwiSebe leZemidlalo, ubuGcisa neNkcubeko ebutsheni baleveki, becela ukuba kuphandwe indlela…

ZIBEKO’S APPOINTMENT QUESTIONED

Last week’s appointment of Luthando ‘Trompies’ Zibeko as Boxing South Africa (BSA) communications and media liaison officer has been brought into question. People calling themselves boxing pundits and stakeholders wrote…

UFERNANDES ULINDELE UMLO ONZIMA

Umqeqeshi wamanqindi ozinze eRhawutini uManny Fernandes ulindele umlo onzima xa imbethi-manqindi yakhe uRicardo Malajika evana amandla noYanga ‘Showtime’ Sigqibo waseDuncan Village ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. UMalajika uzakukhusela intshinga yakhe ye-International Boxing Organisation…

USUKU LOKUNGCWATYWA KUKADUBASE 

Ongasekhoyo nowayeyimbethi-manqindi kudidi lwabahlawulwayo uPhumzile ‘Gamala’ Dubase, olele ubuthongo bokufa ngentseni yangeCawa, uzakubekwa kwikhaya lokulinda ngoMgqibelo umhla wamashumi amathathu ananye ku-Agasti. Ezinkcukacha malunga nosuku lomngcwabo kaDubase zidizwe nguPhumlani Dubase, obengumninawa…

UCAFU UZAKULWELA INTSHINGA YEHLABATHI 

Sele kubonakalisa iziqhamo ukufuduka kukaPhumelela ‘The Truth’ Cafu esuka eMonti eyokutyikitya neNO DOUBT Management kaColin ‘Nomakanjani’ Nathan njengokuba ezakulwela intshinga yehlabathi nje. Lenzalelwane yaseDuncan Village izakulwela intshinga yeWorld Boxing Organisation…

css.php