UDYEYI UZAKULWA EMONTI
Owayeyinto ngobunto bayo kumanqindi akudidi lwabangahlawulwayo u-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi uzakulwa okokuqala ngqa ngaphambi kwabalandeli bamanqindi baseMonti okokoko waqalisa ukulwa kudidi lwabahlawulayo kulonyaka ophelileyo. Lenzalelwane yaseMdantsane, eneminyaka engamashumi amabini anesithathu, izakulwa…