Category: Boxing

UZAKUXAKEKA UDURANDT 

Izakuba bubusuku obuxakekileyo kumqeqeshi wamanqindi nozinze eRhawutini uDamien Durandt njengokuba ezakukhokelela iimbethi-manqindi zakhe ezintathu edabini kwitumente yeGolden Gloves ngoMgqibelo umhla wokuqala kuMatshi. UDurandt uzakube esekoneni xa intshatsheli yehlabathi uJackson ‘M3’…

IS KUSE GONE OR NOT? 

World rated boxer Siyakholwa Kuse is keeping boxing followers guessing his whereabouts as he’s rumoured to have found a new home in Gauteng after he allegedly left All Winners Boxing…

UMKILE NA UKUSE OKANYE USEKHONA?

Imbethi-manqindi ekumanqwanqwa ehlabathi uSiyakholwa Kuse ushiye abalandeli bamanqindi beqashisela emva kwamarhe okokuba ufumene ikhaya lokuziqeqesha elitsha eGauteng njengokuba kuvakala ukuba uwutsibile umgubasi wase-All Winners Boxing Club eMdantsane. Ebekwa kwindawo yesithathu…

NGUBELL NOLUBAMBO KUMLO OSEGQEBERHA 

Emveni kokungalwi isithuba esingaphaya kweminyaka emibini, ekugqibeleni intshatsheli yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi lwejunior-lightweight uNozipho Bell uzakulwa okokuqala ukususela ngoDisemba 2022 njengokuba ezakuqubisana no-Abongile Lubambo. UBell uzakulwa noLubambo kumlo wecatchweight…

css.php