UMGABI UKHOLELWA UKUBA UJELWANA UZAKUWA
ULwando Mgabi unyeke ukuphumelela intshinga yoMzantsi Afrika phantse iminyaka emithathu emva komlo wakhe wokuqala kudidi lwabahlawulwayo, apho wabetha khona u-Onke Nelani ngoDisemba 2021. UMgabi ulwa noSihle Jelwana kumlo wentshinga yoMzantsi…