Category: Boxing

UKUSE UZAKUNTINGELA EPHILIPPINES

Iphupha likaSiyakholwa Kuse lokulwela intshinga yehlabathi lizakuzalisekiseka xa esilwa nommi wasePhilippines uMelvin Jerusalem kwelasePhilippines ngoLwesithathu umhla wamashumi amabini anethoba ku-Okthobha. UKuse kunye nomqeqeshi wakhe uManny Fernandes, usekela-mqeqeshi uRichard Fernandes nomlawuli…

UMGABI UFUNA INTSHINGA YOMZANTSI AFRIKA

Emva kokuyithi xibilili esikalini intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight kwiinyanga ezine ezigqithileyo, ngoku uLwando Mgabi ufuna ukuyiphumelela kwakhona lentshinga. Lenzalelwane yaseDuncan Village nezinze eKhayelitsha, eKapa, yehliselwa kwindawo yesithathu emva kokuphulukana…

css.php