UTYIRHA UYALAHLA EMANQINDINI
Ukufeda kumalinge okuzama ukufumana umlo kukhokelele ekubeni inzalelwane yaseMdantsane uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha athabathe isigqibo sokuwafulathela amanqindi. UTyirha akakalwi kususela mhla ngamini wothuswa ngummi waseMalawi uGeorge Kandulo emnqumamisa kumjikelo wesithandathu…