Category: Boxing

NGELINGENI, UKUSE ULWA NOSIBANDA  

Kungekudala bekubonakala ngathi injinga ye-African Boxing Union (ABU), uSiyakholwa Kuse, akakazokulwa nembethi-manqindi engekabethwa yaseZimbabwe uBeaven Sibanda. Kodwa ngoku, zibonakala ziguqukile izinto njengokuba umthombo othembekileyo uxelele i-Ink Sport ukuba lomlo, ekukudala…

FINALLY, KUSE FACES SIBANDA

Not so long ago, it looked like African Boxing Union (ABU) minimumweight champion Siyakholwa Kuse won’t fight against unbeaten Zimbabwean boxer Beaven Sibanda any time soon. However, things seem to…

‘MAKABEMNYE NGEXESHA’ – JACK  

Nayiphi na imbethi-manqindi enqwenela ukulwa nentshatsheli yosiba eMzantsi Afrika, uZolisa Batyi, kuzakufuneka ilinde ade aqoshelise umcimbi wakhe noYamkela Phaliso. Oku kuthethwe ngumqeqeshi kaBatyi, uKhangelani Jack, njengokuba sele kukho iimbethi-manqindi ezifuna…

UFUZILE AKANASIKHWASILIMA

IVoluntary Anti-Doping Association (VADA) ibuye isithi u-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile akanalo nechaphaza lesiyobisi emzimbeni emva kokuvavanya incindi eyayithatyathwe kuye. Igosa leVADA landwendwela lentshatsheli yamhlamnene kudidi losiba e-All Winners Boxing Club,…

FUZILE IS CLEAN

The Voluntary Anti-Doping Association (VADA) has given Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile an all clear after specimens taken from him had a negative result. A VADA official paid the former South…

MALAJIKA RETAINS TITLE 

South African boxer Ricardo Malajika retained his International Boxing Organisation (IBO) junior-bantamweight title after he outpointed Marcel Braithwaite from the United Kingdom at the Emperor’s Palace in Kempton Park on…

IBSA IZIBHEKELISILE KUMLO KAMHLONGO 

IBoxing South Africa (BSA) iyazibhekelisa kumlo wowayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika, uNkululeko ‘The Bulldog’ Mhlongo’, olwe kwilizwe lase-Albania kuloMgqibelo ogqithileyo. Lenzalelwane yaseShowe, eneminyaka engamashumi amane anesibini, ibethwe iimbambo zancazelana, ibethwa lityendyana…

UZAKULWA EKAPA UFUZILE

Owayesakulwela intshinga yehlabathi, u-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile, uzakulwa kwitumente yeGolden Gloves ezakubanjelwa eKapa kwezinyanga zintathu zizayo. Iindaba zokokuba uFuzile, owanqumamisa ummi waseTanzania u-Emmanuel Amos Stephano kumjikelo wesine eWhittlesea Multipurpose Hall,…

css.php