Category: Boxing

ABAGWEBI BASETYHINI BANTINGELA E-UGANDA 

Abasetyhini abathathu baseMzantsi Afrika abangabagwebi emanqindini – uNamhla Tyuluba, uThando Xamlashe noDuduzile Dlamini bantingele eKampala, kwelase-Uganda ukuyokuba yinxalenye yengqungquthela ye-African Boxing Union (ABU). Lengqungquthela izakubanjelwa e-Africana Hotel, eKampala, ukususela ngeCawa…

UBERMAN ULINDELE UMLO OMHLE

Umqondisi olawulayo kwiGolden Gloves uRodney Berman uthi amanqindi oMzantsi Afrika azakuphumelela nokuba kuphumelele uRicardo Malajika okanye uYanga Sigqibo njengokuba intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwejunior-bantamweight izakuhlala ihleli kwelilizwe emva…

IBEKIWE INYANGA NOSUKU LOMLO 

Lubekiwe usuku lomlo apho intshatsheli yehlabathi uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga izakukhusela intshinga ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi lwejunior-flyweight okokuqala xa esilwa noMasamichi Yabuki waseJapan Umlo phakathi koNontshinga noYabuki, owayeyinjinga yeWorld…

css.php