Category: Boxing

UNKOSI AKABONI NGXAKI KUMSIMANG 

UNtethelelo Nkosi uziva ngathi angazivuthela zonke ezintsuku zigqithe kude kufike imini apho azakukhusela ngayo intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kuSanele Msimang njengokuba efuna ukukhawuleza awuqabelise lomcimbi. Lenzalelwane yaseMtubatuba KwaZulu-Natal, eneminyaka engamashumi…

IPBC IZAKUTHELEKISA UDLAMINI NOKHEGAI

IPremier Boxing Champions (PBC) iphumelele kukhuphiswano lokokuba ngubani na ozakuthelekisa uLerato ‘Lights Out’ Dlamini waseMzantsi Afrika nommi wase-Ukraine u-Arnold Khegai. UDlamini noKhegai bazokulwa ukwenzela ukuba omnye wabo azibeke ethubeni elihle…

“UDINGAAN EBENGUPHOPHO’ – BERMAN 

Igqala lomthelekisi uRodney Berman uyigxininisile eyokokuba uDingaan Thobela owayeselula wayeyona mbethi-manqindi ephume izandla awakhe wayibona eMzantsi Afrika. UBerman ukuthethe oku njengokuba ihlabathi lamanqindi lisothuswe kukubhubha kukaThobela, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi…

UTOBIAS UKHUMBULA UMFI UTHOBELA 

Umthelekisi wamanqindi eNamibia uNestor Tobias ukhumbula umhlobo wakhe, injinga yamhlamnene ehlabathini uDingaan ‘The Rose of Soweto’ Thobela, osweleke eneminyaka engamashumi amahlanu anesixhenxe. UThobela, owazalelwa eSoweto, ufunyenwe ebanda kwiflat ebehlala kuyo…

TOBIAS REMEMBERS THOBELA 

Namibian boxing promoter Nestor Tobias has remembered his friend and former world champion Dingaan ‘The Rose of Soweto’ Thobela, who passed away aged 57. Soweto-born Thobela’s lifeless body was found…

css.php