Category: Boxing

‘ASIMOYIKI UNXOSHE’ – MABUYA

USechaba Mabuya uthi imbethi-manqindi yakhe uThami ‘Bhubesi’ Luthuli akamoyiki owayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwempukane uThembelani Nxoshe waseMdantsane. UMabuya ukuthethe oku emva kokuba abaphathi baNxoshe bethe uLuthuli woyikile ukuzokulwa nalembethi-manqindi…

UBEKIWE UMHLA WOMLO KAKUSE NOSIBANDA

Sele kuqinisekisiwe ukuba uSiyakholwa Kuse uzakulwa nembethi-manqindi yaseZimbabwe, uBeaven Sibanda, kwitumente yeGolden Gloves e-Emperor’s Palace, eKempton Park, ngomhla weshumi elinesihlanu kuJuni. Intshinga engenamntu ye-IBF Africa strawweight yiyo ezakulwelwa xa intshatsheli…

AKASEKHO U-24

Enye yeembethi-manqindi ezazithembisa kakhulu nezazintandane zase-Orient Theatre, uNhlanhla ’24’ Ngamntwini, waseDuncan Village, eMonti, akasekho. Esaziwa kakhulu ngabalandeli bamanqindi ngegama elithi ’24’, usweleke ngoLwesibini. Kukhe kwakho ixesha apho wayelele ngantlentyananye kwisibhedlele…

24 IS SADLY NO MORE 

One of the most promising boxers ever to grace the ring and a regular feature at the Orient Theatre, Nhlanhla ’24’ Ngamntwini, from Duncan Village in East London has passed…

“ANDIBUYANGA” – TYIRHA 

UNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha uthi akabulahlanga ubomi baseRhawutini njengokuba ebuyele ekhaya eMdantsane ngaphantsi nje kweenyanga ezine ekweyona dolophu enkulu nenyakazela abantu eGauteng. UTyirha, owayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight, ugxininisile…

css.php