UNDONGENI OSELUSIZINI UBHIYOZELA UMHLA WOKUZALWA NEMPUMELELO
Uninzi lwabalandeli bamanqindi ebebeseBox Camp, eBooysens, eRhawutini ngeCawa bebevuyela impumelelo kaXolisani ‘Nomeva’ Ndongeni emva kokubetha uCrispin Moliati waseMalawi kumjikelo wokuqala. Kodwa ke, uninzi lwababathandi bamanqindi bebengayazi ukuba uNdongeni ungene eqongeni…