MSHUMPELA SECURES OPPONENT
Andile ‘Black Buffalo’ Mshumpela has finally secured an opponent for his exhibition fight, which will form part of the Kay B Promotions tournament set for the Orient Theatre in East…
Your News, Our News
Andile ‘Black Buffalo’ Mshumpela has finally secured an opponent for his exhibition fight, which will form part of the Kay B Promotions tournament set for the Orient Theatre in East…
UColin ‘Nomakanjani’ Nathan uwandisile ummango wakhe kwakhona, efumana iimpepha zokusebenza njengomlawuli weembethi-manqindi kwelinye ilizwe kwilizwekazi i-Asiya kwiinyanga nje ezintandathu wafumana ilayisenisi yokusebenza eJapan. UNathan, ongumqeqeshi omkhulu eHotbox Gym eRhawutini, ngoku…
Colin ‘Nomakanjani’ Nathan has broadened his horizon once again, becoming a licensee in yet another Asian country just six months after he got his manager’s licence in Japan last September.…
Kungenzeka ukuba uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha akanaxesha lide esebenza nomqeqeshi wakhe omtsha, kodwa uVusi Mtolo uthabathekile ngulomfana owayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight nangona nje esithi kusekuninzi okusafuneka bekwenzile. Lenzalelwane…
Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha might not have been with his new trainer for long, but Vusi Mtolo is quite impressed with the former South African junior-flyweight champion’s work rate even…
UJeff Magagane, owayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba, ufumana ithuba lokulungisa izinto emva kokuphulukana nemilo yakho emibini yokugqibela njengokuba ezakulwa noJonJon ‘Wolverine’ Estrada wasePhilippines kuleveki ezayo. Emva kokubethwa kabini kwimilo…
Jeff Magagane, who is a former South African featherweight champion, gets an opportunity to arrest the slide after he lost his last two fights as he faces Filipino boxer JonJon…
Lufikelele esiphelelweni emanqindini uhambo lwembunguzulu lwembethi-manqindi, uHekkie ‘Hexecutioner’ Budler, obeke phantsi kulomdlalo. UBudler, olwe kudidi lwabahlawulwayo phantse iminyaka engamashumi amabini, ubeliqhawe kumanqindi oMzantsi Afrika, ephumelela iintshinga zehlabathi ezintandathu ingabalwanga ibhanti…
It’s the end of an era as South Africa’s most decorated boxer Hekkie ‘Hexecutioner’ Budler has retired from the fistic sport. In a professional career spanning almost two decades, Budler…
Azikaqalisi iingxoxo phakathi kwabaphathi benjinga yehlabathi, uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga, nenkampu kaChristian ‘The Bomb’ Araneta wasePhilippines. Oku kubangelwa kukuba i-International Boxing Federation (IBF) yayirhoxisa incwadi eyayigunyazisa ukuba uNontshinga no-Araneta baqalise…