Category: Boxing

UMBANGATHA UNGXAMELE UKULWA NOKUNERT 

Inzalelwane yakuQumbu eMpuma Koloni nezinze eKapa uThembani ‘Baby Jake’ Mbangatha ukholelwa ukuba bekufanele ukuba kudala walwa no-Abdul-Aziz Kunert, owakhe wazama ukuphumelela intshinga yoMzantsi Afrika. UMbangatha, osebenza njengonongqayi eKapa, uzakulwa noKunert…

WENZE IMBALI U-USYK 

U-Oleksander Usyk wase-Ukraine wenze imbali emanqindini njengokuba ebeyintshatsheli engaphikiswayo kudidi lwanzima emva kokubetha uTyson Fury ngamanqaku eKingdom Arena, eRiyadh, kwelaseSaudi Arabia, ngentseni yangeCawa. U-Usyk wongeze intshinga yeWorld Boxing Council (WBC)…

USYK MAKES HISTORY  

Oleksander Usyk from Ukraine made boxing history when he became an undisputed world heavyweight champion after he defeated Tyson Fury on points at the Kingdom Arena in Riyadh, Saudi Arabia,…

UMBUTHO WABATHELEKISI UKHWEBA OONONDABA 

Njengokuba bekulindelekile, iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) ikhwebe ingqungquthela nonoondaba ngentsimbi yokuqala emva kwemini ngoMvulo kuleveki ezayo. Umba otshisa ebunzi ngowokutyunjwa kwebhodi entsha kaBoxing South Africa (BSA), kwaye nguwo…

css.php