Category: Boxing

AKASEKHO U-24

Enye yeembethi-manqindi ezazithembisa kakhulu nezazintandane zase-Orient Theatre, uNhlanhla ’24’ Ngamntwini, waseDuncan Village, eMonti, akasekho. Esaziwa kakhulu ngabalandeli bamanqindi ngegama elithi ’24’, usweleke ngoLwesibini. Kukhe kwakho ixesha apho wayelele ngantlentyananye kwisibhedlele…

24 IS SADLY NO MORE 

One of the most promising boxers ever to grace the ring and a regular feature at the Orient Theatre, Nhlanhla ’24’ Ngamntwini, from Duncan Village in East London has passed…

“ANDIBUYANGA” – TYIRHA 

UNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha uthi akabulahlanga ubomi baseRhawutini njengokuba ebuyele ekhaya eMdantsane ngaphantsi nje kweenyanga ezine ekweyona dolophu enkulu nenyakazela abantu eGauteng. UTyirha, owayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight, ugxininisile…

UNYANA KAMAHLANGU ULWELA INTSHINGA YASEGAUTENG 

Emva kokulwa kakuhle kakhulu ngethuba enqumamisa u-Awonke Tini kumjikelo wesithathu kulenyanga ephelileyo, uBheki Maitse ubuyela eqongeni kumlo wentshinga yaseGauteng kudidi lwejunior-featherweight noVusi Ngcamu. UMaitse, ongekabethwa, unyathelana ngoobhontsi noNgcamu kwitumente yeBoxing5…

NGELINGENI, UKUSE ULWA NOSIBANDA  

Kungekudala bekubonakala ngathi injinga ye-African Boxing Union (ABU), uSiyakholwa Kuse, akakazokulwa nembethi-manqindi engekabethwa yaseZimbabwe uBeaven Sibanda. Kodwa ngoku, zibonakala ziguqukile izinto njengokuba umthombo othembekileyo uxelele i-Ink Sport ukuba lomlo, ekukudala…

FINALLY, KUSE FACES SIBANDA

Not so long ago, it looked like African Boxing Union (ABU) minimumweight champion Siyakholwa Kuse won’t fight against unbeaten Zimbabwean boxer Beaven Sibanda any time soon. However, things seem to…

css.php