Category: Boxing

UMGABI UFUNA INTSHINGA YOMZANTSI AFRIKA

Emva kokuyithi xibilili esikalini intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight kwiinyanga ezine ezigqithileyo, ngoku uLwando Mgabi ufuna ukuyiphumelela kwakhona lentshinga. Lenzalelwane yaseDuncan Village nezinze eKhayelitsha, eKapa, yehliselwa kwindawo yesithathu emva kokuphulukana…

USIBISI KUMLO NOSINGH

Ekuqaleni wayezakulwa noDave ‘The Hunter’ Peñalosa wasePhilippines, kodwa ngoku zijikile izinto njengokuba uLindelani Sibisi ezakulwa nomntu wumbi kulenyanga ezayo. USibisi waseDundee, KwaZulu-Natal, uzakuvana amandla noKeisham Luckysun Singh wase-India kumlo wentshinga…

css.php