Category: Boxing

UNKOSI USINGISE ESAUDI ARABIA

Enethemba lokugqithela kumjikelo olandelayo weWBC Grand Prix, uNtethelelo ‘Baby G’ Nkosi negqiza lakhe bazakuntingela eRiyadh kwelaseSaudi Arabia ngoLwesibini kuleveki ezayo kwilinge lokuzingela nokuzuza udumo. UNkosi, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-welterweight,…

MGABI TO RETURN TO KZN

It looks like Lwando Mgabi left a lasting impression in KwaZulu-Natal boxing circles after he stopped Sechaba Zuma in the fifth round during their fight held at the Estcourt Town…

UMGABI UZAKUBUYELA KWAZULU-NATAL

Kubonakala ngathi uLwando Mgabi ubashiye bethabathekile abalandeli bamanqindi KwaZulu-Natal emva kokunqumamisa uSechaba Zuma kumjikelo wesihlanu kumlo obubanjelwe kwiholo yedolophu yase-Estcourt kuloMgqibelo ogqithileyo. UMgabi, oyinzalelwane yaseDuncan Village, eMonti, uye kumlo noZuma…

UYA KWIFANDESI UMLO KABOYIYA NOZINGANGE

UBoxing South Africa (BSA) uwuse kwifandesi umlo ophakathi kuka-Aphiwe Boyiya noSibusiso Zingange kulandela ukungavumelani kwabaphathi bezimbethi-manqindi ezimbini. Kwaye lefandesi ivuleleke kubo bonke abathelekisi abanomdla wokwenza umlo wentshinga yoMzantsi Afrika engenamntu…

css.php