U-INOUE UTYIKITYE ISIVUMELWANO NO-ALALSHIKH

U-INOUE UTYIKITYE ISIVUMELWANO NO-ALALSHIKH

Udubul’egeqa wentshatsheli yahlabathi nengekabethwa uNaoya ‘Monster’ Inoue waseJapan utyikitye isivumelwano sentywenka yezigidi zeedollar zaseMelika noTurki Alalshikh waseSaudi Arabia. Ngokokutsho kukaYahoo Japan, u-Inoue, oneminyaka engamashumi amathathu ananye, utyikitye isivumelwano esixabisa izigidi…

MASSIVE DEAL FOR INOUE

Unbeaten world champion and Japanese-born boxer Naoya ‘Monster’ Inoue has signed a multi-million dollar deal with Turki Alalshikh from Saudi Arabia. According to Yahoo Japan, 31-year-old Inoue has signed a…

UWELLEM NEMICELIMNGENI YOBUNZIMA  

Kungekudala kuzakunyanzeleka ukuba u-Asemahle ‘The Predator’ Wellem anyuse ubunzima ukusuka kudidi lwesuper-middleweight ukuya kolwelight-heavyweight njengokuba emhokamhokana nobunzima nje. Lenjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwesuper-middleweight izakulwa kwimilo emibini, kwiindidi ezimbini zobunzima, kumazwekazi…

UFOURIE UQUBISANA NOMMI WASEGHANA  

UKaine ‘K9’ Fourie uzakuvavanya isakhono sakhe samanqindu xa esilwa nembethi-manqindi engekabethwa uWasiru Mohammed wase-Accra kwelaseGhana ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini anesithathu kuNovemba. UMohammed unconywa kakhulu njengokuba enqumamise amadoda alishumi elinambini kumaxhoba…

UMUNYAI UNTINGELA EMEXICO 

UTshifhiwa ‘Spider’ Munyai uzakuntingela kwelaseMexico ngoLwesine, apho azakulwa khona negqala elingummi waseMexico uLuis Miguel Roman Portillo eGimnasio Municipal Jose Neri Santos, eCiudad Juarez, kuleveki ezayo ngoLwesihlanu, ngoMgqibelo ngokwexesha laseMzantsi Afrika.…

MUNYAI OFF TO MEXICO 

Tshifhiwa ‘Spider’ Munyai leaves for Mexico on Thursday where he has a date with experienced Mexican boxer Luis Miguel Roman Portillo at the Gimnasio Municipal Jose Neri Santos in Ciudad…

UMBOYIYA KUMLO NODLAMINI 

Ilinge lokukhokelela u-Aphiwe ‘Swagger’ Mboyiya kuhambo lokuqhubela phambili nokunyuka kumanqwanqwa odidi lwejunior-welterweight eMzantsi Afrika lihamba ngendlela njengokuba ebuyela eqongeni kumlo noLindokuhle ‘Hitman’ Dlamini kulenyanga ezayo. Lomfana, owayeyintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi…

css.php