Category: Boxing

UTYIRHA UKHWAZA UTSHABALALA

UNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha uthi uMpumelelo Tshabalala makakhwaze yena, endaweni yokukhwaza uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga, oyintshatsheli yehlabathi isihlandlo sesibini. UTyirha ukuthethe oku emva kokuba uTshabalala ethe ufuna ukulwa noNontshinga, oyinjinga…

TYIRHA CALLS OUT TSHABALALA 

Instead of calling out two-time world champion Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga for a duel, Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha reckons that Mpumelelo Tshabalala should ask him to meet inside the ring.…

UMAHAMBI UVUYISWA KUKUBUYA KOONYANA BOLAHLEKO

Isibavubavu somqeqeshi wamanqindi uZolile ‘Gqo’ Mahambi utsho ngoncumo lukaBlankethe njengokuba iimbethi-manqindi zakhe uSiseko Teyise no-Amzolele Dyeyi begqibe kwelokokuba bahlale naye emva kokungaqondani ngezinto ezithile. Bekuthe ndi iingxelo ebezisithi uTeyise noDeyi…

UTSHABALALA UTHI ANGAMBETHA UNONTSHINGA 

Injinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight, uMpumelelo Tshabalala, utsha ziintambo, kwaye ukholelwa ukuba angayibetha intshatsheli yehlabathi uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga. Ethetha kwinkqubo kamabonakude iTKO Boxing Magazine kuSABC 2 ngoLwesihlanu, uTshabalala uthe…

UBHUBHILE OWAYEYINTSHATSHELI YOMZANTSI AFRIKA 

Inzalelwane yaseGiyani uJoseph Tsakani ‘Smokin’ Joe’ Makaringe, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwewelterweight, usutywe kukufa ngokuhlwa kwangoLwesine emva kwengulo emfutshane eneminyaka engamashumi amane anethoba. UMakaringe ulawule udidi lwewelterweight eMzantsi Afrika iminyaka…

UJACK UFUMENE IKHAYA ELITSHA

Umqeqeshi wamanqindi waseMonti, uKhangelani Jack, ufumene ikhaya elitsha eMcAusland Boxing Gym eGauteng phantse kwiiveki ezimbini ekhokelele injinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba uZolisa Batyi kwimpumelelo. UJack uzakuqeqesha intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi…

css.php