Category: Boxing

IZITYHOLO ZOBUQHWEMESHA NESINCWASO E-9SAI

Iziko lokuqeqesha amanqindi eKapa, nelizinze kwisigqubu somkhosi eKhayelitsha, lithiwe mbende zizityholo zobuqhwemesha nokuncwasa ngokwesondo. Oonokrawuzana bathi iziphatha-mandla zasemkhosini ziphanda uWelsh Macibela, ongumlawuli we-9th South African Infantry (9SAI) Boxing Club, emva…

HEM DEFEATS GHANAIAN

Siyabulela ‘Showtime’ Hem outpointed John Zile from Ghana at a tournament, which started on Friday evening and ended early on Saturday morning the Border Conference Centre in Abbotsford, East London.…

UBELL UBUYELE KULUHLU LWE-IBF 

Impumelelo yakhe kumlo wakhe wokugqibela, mpumelelo leyo eze emva kwesithuba esingaphaya kweminyaka emibini, ibuyisele uNozipho Bell kuluhlu lweembethi-manqindi zasetyhini ezikwi-International Boxing Federation (IBF). UBell, oyintshatsheli yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi…

UZUZA ELINYE ITHUBA UBONGCO

Wayebonisa abantu ukudla kwamehlo ngethuba esalwa kudidi lwabangahlawulwayo, kodwa zange ubemhle umlo wakhe wokuqala kudidi lwabahlawulwayo njengokuba walwa ngokulingana nommi waseZimbabwe u-Ashton Ziwikaya ngoJulayi kulonyaka ophelileyo. Ngoku uSimnikiwe Bongco, owayeyinkwenkwezi…

UMALAJIKA ULWA NOMMI WASEPHILIPPINES

Emva kokunqumamisa lula uGcina Makhoba ebutsheni benyanga ephelileyo, uCharlton ‘Baby Pain’ Malajika uzakubuyela eqongeni xa esilwa noRV Deniega wasePhilippines ngoJulayi. UCharlton noDeniega bazakulwela intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) Youth kudidi…

css.php