Category: Boxing

UMCHUNU UYA ERUSSIA NGOLWESIHLANU  

Umqeqeshi kaThabiso ‘The Rock’ Mchunu uSean Smith unethemba lokokuba imbethi-manqindi yakhe izakuvuselela amanqindi ayo njengokuba besingisa kwelaseRussia ngoLwesihlanu, apho azakulwa khona nommi waseRussia uMuslim Gamzatovich Gazhimagomedov. Lenzalelwane yakwaXimba KwaZulu-Natal, eneminyaka…

UNHLAPO UZIVA ENELUNGELO ELILODWA

UBonginkosi ‘Malume Fury’ Nhlapo uthabatha ukulwa kwimilo ebizwa “Rising Titans” njengelungelo elilodwa njengokuba elungiselela ukulwa noMichael Head e-Emperor’s Palace, eKempton Park, kwisithuba esingaphantsi kweenyanga ezimbini. UNhlapo noHead bazakulwa kumlo obaluleke…

NHLAPO FEELS PRIVILEGED 

Bonginkosi ‘Malume Fury’ Nhlapo regards fighting in the “Rising Titans” series as a privilege as he’s preparing to clash against Michael Head at the Emperor’s Palace in Kempton Park in…

UNONINA UTHEMBISA NGOKUPHELISA INGXOLO

Kuphelile ukulinda kowayesakuba yintshatsheli yehlabathi uBukiwe ‘Anaconda’ Nonina njengokuba ngelingeni ezakulwa xa equbisana noBernice Ferreira emva kwesithuba esingaphaya konyaka wagqibela ukulwa, ukholelwa ukuba uzayiphelisa yonke ingxolo eyenziwa nguFerreira. Lentshatsheli yamhlamnene…

UYABUYA USONJICA

Kwilinge lokuvuselela ikamva lakhe emanqindini, intshatsheli yamhlamnene eMzantsi Afrika kudidi lwejunior-featherweight u-Ayabonga ‘Jay Jay’ Sonjica uzakuzivuthulula, abuyele eqongeni ngoMatshi emva kokungalwi isithuba esingaphaya kweminyaka emibini. USonjica, oyinzalelwane yaseDuncan Village, uzakulwa…

UTOLASHE NOMOKATSANE KUMLO OYIMPINDA 

Kwiiveki nje ezimbalwa emva kokubethwa nguBo Mi Re Shin waseKorea Republic, intshatsheli yelizwe uNtombokuqala Tolashe ulungiselela ukulwa noMatshidiso Mokatsane kumlo oyimpinda. Lenjinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba kwicandelo labasetyhini, eyahlutha intshinga…

css.php