Category: Boxing

‘AKUKHO KUBUYA NGAMVA’ – KHUZWAYO 

ULindokuhle Khuzwayo uzakuthi cakatha eqongeni kwakhona njengokuba ezakulwa nowayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba uJeff Magagane eRhawutini ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini ananye kuJuni. UKhuzwayo, ongekabethwa emva kokuyiphumelela yomithandathu imilo yakhe,…

UYABUYA UFOURIE EMVA KOKUBETHWA 

Emva kokunqunyanyiswa kakubi kumjikelo wokuqala kumlo wakhe nommi waseZambia uSimon Ngoma ngoMatshi, uKaine ‘K9’ Fourie uzakubuyela eqongeni kulenyanga ezayo. UFourie uzakuzama ukubuyisela isidima sakhe xa esilwa noSifiso Hlongwane kumlo wemijikelo…

UDLAMINI UBUYA NGOMLO NOMMI WASETHAILAND 

Ukuphumelela umlo wakhe olandelayo, apho azakulwa khona nommi waseThailand uSukpraserd Ponpitak, kuyakuba yinto encomekayo kuLerato ‘Lights Out’ Dlamini njengokuba ebuyela eqongeni eCarnival City, eBrakpan, ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini anesine kuMeyi.…

css.php