Category: Boxing

MGABI TO RETURN TO KZN

It looks like Lwando Mgabi left a lasting impression in KwaZulu-Natal boxing circles after he stopped Sechaba Zuma in the fifth round during their fight held at the Estcourt Town…

UMGABI UZAKUBUYELA KWAZULU-NATAL

Kubonakala ngathi uLwando Mgabi ubashiye bethabathekile abalandeli bamanqindi KwaZulu-Natal emva kokunqumamisa uSechaba Zuma kumjikelo wesihlanu kumlo obubanjelwe kwiholo yedolophu yase-Estcourt kuloMgqibelo ogqithileyo. UMgabi, oyinzalelwane yaseDuncan Village, eMonti, uye kumlo noZuma…

UYA KWIFANDESI UMLO KABOYIYA NOZINGANGE

UBoxing South Africa (BSA) uwuse kwifandesi umlo ophakathi kuka-Aphiwe Boyiya noSibusiso Zingange kulandela ukungavumelani kwabaphathi bezimbethi-manqindi ezimbini. Kwaye lefandesi ivuleleke kubo bonke abathelekisi abanomdla wokwenza umlo wentshinga yoMzantsi Afrika engenamntu…

css.php