VENGANAYI BUILDING MLATA
Having won all his seven fights with four of those wins coming from the short distance, Kaya Mlata’s trainer Felix Venganayi is quietly building him up as he continues to…
Your News, Our News
Having won all his seven fights with four of those wins coming from the short distance, Kaya Mlata’s trainer Felix Venganayi is quietly building him up as he continues to…
Emva kokubhengeza ukugaleleka kwakhe kudidi lwabahlawulwayo ngethuba enqumamisa u-Adivhaho Nemutanzhela kumjikelo wesibini kwisithuba esingaphaya kweenyanga ezimbini, uSanele ‘V16’ Sogcwayi ubuyela e-Emperor’s Palace, eKempton Park, ukuze abonise ngesakhono sakhe kwakhona. Kwaye…
After announcing his arrival at professional level with a second round stoppage win over Adivhaho Nemutanzhela just over two months ago, Sanele ‘V16’ Sogcwayi is returning to the Emperor’s Palace…
Iphinde ayabinamntu intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwewelterweight emva kokuthiwa tya nguKeanu Koopman kwiinyanga nje ezintlanu wayiphumelela ngokunqumamisa uBonke Duku kumjikelo wesibhozo. Ngokokutsho kukaBoxing South Africa (BSA), uKoopman uyithe xibilili lentshinga…
The South African welterweight title is vacant yet again after Keanu Koopman decided to relinquish it just five months after he stopped Bonke Duku in the eighth round to win…
Uzakuqhubela phambili umlo wentshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwelight-heavyweight phakathi kukaMichael Head noBryan Thysse kwisithuba esingaphantsi kweeveki ezintathu. Bekukho amathandabuzo ngalomlo emva kokuba bekuthiwe uHead akawazihlaziyanga amaphepha okulwa akwaBoxing South Africa…
Michael Head’s vacant South African light-heavyweight title fight against Bryan Thysse in less than three weeks’ time is going ahead as planned. There were doubts about this fight after it…
Izinto zibonakala ziyihambela kakuhle imbethi-manqindi yaseMdantsane uSiyakholwa Kuse njengokuba esondela kancinane ekubeni alwele intshinga yeWorld Boxing Council (WBC) kudidi lwestrawweight, ntshinga leyo ephethwe nguMelvin Jerusalem wasePhilippines. IWBC iwuvumile umlo wokuzibekela…
Things are looking good for Mdantsane boxer Siyakholwa Kuse as he’s inching closer to fighting for the World Boxing Council (WBC) strawweight title currently held by Melvin Jerusalem from the…
Ngaphambili ububekelwe uMgqibelo womhla wamashumi amabini anesine kuMeyi, ngoku uLwando Mgabi uzakukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight kumlo noSechaba Zuma kulenyana ezayo. UMgabi, owazalelwa eDuncan Village, eMonti, uzakube ekhusela…