“ANDIFUNI UKUTYHULUBA NGOKHUZWAYO” – SMITH
Umqeqeshi wamanqindi ozinze eRhawutini uSean Smith ulibeke lacaca elokokuba akukho apho angxamele khona ngembethi-manqindi yakhe engekabethwa uLindokuhle Khuzwayo. USmith ubephendula emva kokuba umnikazi weXaba Boxing Promotions u-Ayanda Matiti ekhwele ezehlela…