Category: Boxing

SIBISI ENDS BATYI’S REIGN

Lindelani Sibisi ended Zolisa Batyi’s two-and-a-half-year reign as a South African featherweight champion as he stopped him in the 10th round at the Orient Theatre in East London on Sunday…

ZIKULUNGELE UKULWA IIMBETHI-MANQINDI 

Ukuba kukho ubani obenamathandabuzo ngokubuyela kwamanqindi eCarnival City, eBrakpan, lomathandabuzo mawaphele njengokuba zonke iimbethi-manqindi zilungele imilo yazo emva kokwenza ubunzima obuqingqiweyo. NguSamkelo Frank Sotomela kuphela otyelele esikalini izihlandlo ezimbini ngaphambi…

UCHITHIWE UMLO KABOYIYA NOMAHLANGU 

Awusekho umlo phakathi ko-Aphiwe Boyiya noSipho Mahlangu ebebesele benento engaphaya kweenyanga ezimbini bewulungiselela. Lomlo obucetyelwe ukuba ubengowentshinga yoMzantsi Afrika engenamntu kudidi lwejunior-welterweight nobuzakubanjelwa e-Orient Theatre, eMonti, uchithwe emva kokuba uBoxing…

css.php