Category: Boxing

UKHUZWAYO AKAKUNGXAMELANGA UKUCELA UMNGENI KUSIBISI

ULindokuhle Khuzwayo akakungxamelanga ukucela umngeni kwintshinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba nephethwe yinzalelwane yaseDundee uLindelani Sibisi, oyihluthe kuZolisa Batyi e-Orient Theatre, eMonti, ngokuhlwa kwangeCawa. Okwangoku, uKhuzwayo usagxile kumalungiselelo omlo wakhe ozayo…

USONJICA UZAKULWA NONGEBIYANE 

Imilo iza ngokukhawuleza ngoku ku-Ayabonga ‘Jay Jay’ Sonjica njengokuba ezakulwa okwesithathu kwisithuba seenyanga ezine emva kwendlala yesithuba esingaphaya kweminyaka emibini. Elityendyana laseDuncan Village, eMonti, lizakulwa nenzalelwane yakuKomani uSabelo Ngebiyane kumlo…

USIBISI ANGATHANDA UKUBUYELA E-ORIENT THEATRE 

ULindelani Sibisi ebezakubuyela e-Orient Theatre, eMonti, kwakhona ukuba bekuyiwa ngaye njengokuba ephelise iminyaka ephantse yamibini nesiqingatha yokukhonya kukaZolisa Batyi njengentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba. Emva kokulwa ngendlela encomekayo, ethulisa i-Orient…

BAPHINDA EMVA KWENDLU UNYANDA NOPONI 

Ingxaki yenani eliphantsi okanye yokungabikho kweembethi-manqindi ezininzi kwicandelo labasetyhini ikhokelele ekubeni intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwemini-flyweight uThobela Nyanda noYonelisa Poni balwe isihlandlo sesithathu njengokuba bezakuvana amandla eMonti ngomhla wamashumi amabini…

WEEKEND BOXING ROUND UP

Coffee Bay-born Frank Samkelo Sotomela and Katlego Khanyisa from Tembisa won the IBF Africa titles at the Carnival City, Brakpan, on Saturday. Sotomela, who is trained by Shannon Strydom in…

css.php