Category: Boxing

UMCHUNU UCHANEKILE EMVA KOKUBETHWA KABINI 

Ukubethwa kwimilo yakhe emibini yokugqibela kuphulukanise uThabiso ‘The Rock’ Mchunu, oyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwecruiserweight, nethuba lokulwela intshinga yeWorld Boxing Association (WBA) kudidi lwebridgerweight. Ngoku uMchunu uzakusingisa kwelaseRussia apho azakulwa…

NGAHLE UMAITSE ALWE NOBATYI

Njengokuba zifedile iingxoxo phakathi kwabaphathi bakaLindokuhle Khuzwayo kunye nomlawuli weKay B Promotions uMzi Booi, uBheki Maitse sele evele njengomntu ongalwa nentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba uZolisa Batyi. Bekukho ithemba lokokuba…

MAITSE MAY FIGHT BATYI 

As negotiations between Lindokuhle Khuzwayo’s handlers and Kay B Promotions boss Mzi Booi have collapsed, Bheki Maitse has emerged as a possible opponent for current South African featherweight champion Zolisa…

UNKOSI UNECEBO NGOBOYIYA

Emva kokunqumamisa abakhaya bakhe baKwaZulu-Natal uSanele Msimang noPrince Dlomo kwimilo yakhe emibini yokugqibela, oyintshatsheli yesizwe uNtethelelo Nkosi ngoku ukholelwa ukuba lifikile ixesha lokuyokophula iintliziyo zabalandeli bamanqindi eMpuma Koloni. UNkosi, oyinzalelwane…

css.php