UKHUZWAYO UNOMDLA WOKULWA NOBATYI
Ephumelele imilo emihlanu, waze wanqumamisa amadoda amathathu, uLindokuhle Khuzwayo, ongekabethwa, ukholelwa ukuba kungekudala uzakukulungela ukucela umngeni kwintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba uZolisa Batyi. UKhuzwayo, oqeqeshwa nguSean Smith eRhawutini, ubekwa kwindawo…