KHUZWAYO AIMS TO STRETCH UNBEATEN RECORD
Stretching his unblemished fight record and moving up the ratings are what Lindokuhle Khuzwayo will be looking forward to when he squares up against Sithembiso Maduna in less than two…
Your News, Our News
Stretching his unblemished fight record and moving up the ratings are what Lindokuhle Khuzwayo will be looking forward to when he squares up against Sithembiso Maduna in less than two…
Irekhodi elihle kakhulu lembethi-manqindi azakulwa nayo alimothusi, kwaye aliloyikisi ufafa olude lwembethi-manqindi, eyinzalelwane yaseMnambithi nekwayintshatsheli yaKwaZulu-Natal kudidi lwesuper-middleweight uSnamiso Ntuli. Endaweni yoko, uNtuli akakwazi nokulilindela ithuba lokungena eqongeni avane amandla…
An impressive record of his next opponent does not scare lanky Ladysmith-born boxer and current KwaZulu-Natal super-middleweight champion Snamiso Ntuli. Instead, Ntuli cannot wait to get into the ring and…
U-Abdul-Aziz Kunert usingisa eRhawutini ngoMvulo apho azakuqumbela khona amalungiselelo omlo wakhe kunye nembethi-manqindi yaseNambia uMateus ‘The Beast’ Heita eWindhoek, eNamibia, kulenyanga ezayo. UKunert uzakucela umngeni kuHeita, oyintshatsheli yeWorld Boxing Organisation…
Abdul-Aziz Kunert is moving to Johannesburg on Monday to finalise his preparations for next month’s fight against Namibian boxer Mateus ‘The Beast’ Heita in Windhoek, Namibia. Kunert is scheduled to…
Xaba Promotions matchmaker Lwandile ‘Jazz’ Ntsitho is in a ‘stable condition’ at an unnamed East London hospital. Ntsitho landed in hospital following a car accident on Sunday evening, Xaba Promotions…
Emva kokubuya noboya bentenetya kwimilo yakhe emithathu yokugqibela, uThabiso ‘The Rock’ Mchunu ufumana elinye ithuba lokubuyisela isidima sakhe njengoko ezakulwa no-Amador Kalonji ePitoli ngosuku lwabasebenzi. UMchunu, oyintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi…
Following three straight losses, Thabiso ‘The Rock’ Mchunu gets yet another opportunity to redeem himself as he’s going to oppose Amador Kalonji in Pretoria on Workers’ Day. Mchunu, the reigning…
Emva kweenyanga ezimbalwa ebethe intshatsheli yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi lwejunior-flyweight uNozwelethu Mathontsi kumlo owawungenguwo owentshinga, u-Okuhle Mthi ufumana ithuba lokulwela intshinga yephondo. UMthi uzakucela umngeni kwinjinga yaseMpuma Koloni kudidi…
Just a few months after she defeated current South African female junior-flyweight champion Nozwelethu Mathontsi in a non-title fight, Okuhle Mthi gets an opportunity to challenge for a provincial title.…