Category: Football

AYIKHO EGOBE UPHONDO EMANGAUNG

Ayikho evume ukugoba uphondo njengokuba iSiwelele FC sidlale ngokulingana ngenqaku elinye macala ngethuba sidlala neMamelodi Sundowns kumdlalo weBetway Premiership eDr Molemela Stadium, eMangaung, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. ISiwelele siphale phambili ngethuba uVincent…

IBANYANA IQUTHISE IMOROCCO

IBanyana Banyana ibonakalise ubungangamsha bayo ngethuba iquthisa ii-Atlas Lionesses zaseMorocco ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo wobuhlobo e-Adrar Stadium, e-Agadir, kwelaseMorocco ngokuhlwa kwangoLwesibini. Emva kokuba isiqingatha sokuqala siphele kungekho manqaku, iBanyana ingcangcazelise…

UGXOTHIWE UHUNT

Iqela laKwaZulu-Natal iDurban City ibhengezile emva kwemini ngoMvulo ukuba lufikelele esiphelelweni uhambo lwayo kunye nomqeqeshi uGavin Hunt. Lomqeqeshi owayesakuqeqesha iSuperSport United, iChippa United neKaizer Chiefs ugxothwe emva kokubethwa kweCity ngamanqaku…

DBN CITY SACK HUNT

KwaZulu-Natal side Durban City announced on Monday afternoon that they had gone separate ways with their head coach Gavin Hunt. The former SuperSport United, Chippa United and Kaizer Chiefs coach’s…

css.php