Category: Football

UFIKILE UBARNS KWISTELLIES 

IStellenbosch FC yakwiCape Winelands ibhengezile kusasa ngoMvulo ukuba imtyikityile umdlali wasesiswini uSanele Barns esuka kwiRichards Bay FC. UBarns, oneminyaka engamashumi amabini anesixhenxe noyinzalelwane yaseTweefontein eMpumalanga, udlale indima enkulu ekuqinisekiseni ukuba…

UDOVE UBUYELA EMZANTSI AFRIKA  

Ubuyela eMzantsi Afrika umdlali wasemva u-Edmilson Dove emva kokonzakala kwinkampu yokuzilolonga yeKaizer Chiefs kwiseshoni yangoLwesihlanu kwelaseTürkiye. Lomdlali weqela lesizwe laseMozambique sele ebhilabhiliwe ngoogqirha kwinkampu yeChiefs. Uzakunikela umva iTürkiye ukuze azokuhlolisiswa…

UMDAKA UTYIKITYWE SISTELLIES

Iqela elizinze kwiCape Winelands iStellenbosch FC, esagqiba lesizini ephelileyo sikwindawo yesithathu, sibhengeze ukuba sityikitye u-Omega Mdaka kusasa ngeCawa. “IStellenbosch Football Club siyavuya ukubhengeza ukuba eliqela lityikitye isivumelwano sexesha elide nomdlali…

MDAKA JOINS STELLIES 

Cape Winelands side Stellenbosch FC, who finished in third position last season, announced the signing of startlet Omega Mdaka on Sunday morning. “Stellenbosch Football Club is pleased to announce that…

ABADLALI ABABINI ABATSHA KWIICHILLI BOYS

Asaqhubela phambili amalungiselelo eChippa United njengokuba eliqela elizinze eGqeberha lityikitye uSeun ‘Tower’ Ndlovu noBoy Madingwane ngoMgqibelo emva kwemini. UNdlovu, oyinzalelwane yaseBushbuckridge, waphumelela iwonga lokuba yiPlayer of the Tournament kwii-ABC Motsepe…

CHILLI BOYS CAPTURE TWO PLAYERS

Chippa United’s preparations for the upcoming season are continuing as the Gqeberha-based club announced the signing of Seun ‘Tower’ Ndlovu and Boy Madingwane on Saturday afternoon. Bushbuckridge-born Ndlovu, who is…

UNGCWATYWA KULEVEKI EZAYO UTSHABALALA 

Ongasekhoyo nobengomnye wabalawuli be-Orlando Pirates uStanley ‘Screamer’ Tshabalala, obhubhe emva kwemini ngoLwesine eneminyaka engamashumi asixhenxe anesihlanu, uzakubekwa kwikhaya lakhe lokulinda kuleveki ezayo. UTshabalala, owayengumqeqeshi weBafana Bafana, ubhubhe ngenxa yomonzakalo emva…

css.php