IQINISEKISIWE IMIHLA YEMIDLALO YECARLING KO
IPremier Soccer League (PSL) iyiqinisekise ngoMvula emva kwemini imihla, iindawo kunye namaxesha okuqala kwemidlalo eyandulela amagqibelakankqoyi eCarling Knockout. Intshukumo yemidlalo izakuqalisa eKing Zwelithii Stadium, eMlazi, eThekwini, apho iRichards Bay FC…