Category: Football

UTETO UTYIKITYE NEECHILLI BOYS

Iqela laseGqeberha nelidlala kwiPremiership iChippa United ityikitye umdlali wesithathu kwiintsukwana nje enzingephi njengokuba iiChilli Boys ziveze ukuba ziyikitye umdlali wasesiswini u-Aphelele Teto kusasa ngeCawa. UTeto waseScenery Park, eMonti, ukwimboleko esuka…

TETO MOVES TO CHIPPA UTD

Gqeberha-based Premiership side Chippa United have unveiled their third new recruit in as many days as they announced the signing of midfielder Aphelele Teto on Sunday morning. Teto from Scenery…

UKOMPHELA UBUYELE KWISUNDOWNS 

IMamelodi Sundowns ivakalisile kusasa ngoMgqibelo ukuba uSteve Komphela ubuyele kweliqela njengomqeqeshi omkhulu. UKomphela, obeqeqesha iLamontville Golden Arrows, uzakuncedisa uManqoba Mngqithi kunye nesigqeba sabaqeqeshi beeBrazilians. “Ndivuya kakhulu ukubuyela kwiMamelodi Sundowns apho…

KOMPHELA BACK AT SUNDOWNS 

Mamelodi Sundowns announced on Saturday morning that Steve Komphela had returned to the team and will serve as their senior coach. Komphela, who was coaching Lamontville Golden Arrows, will assist…

UPHILANDER YICHILLI BOY

IChippa United ibhengeze ukuba ityikitye umdlali wasephikweni lasekhohlo uGiovanni Philander ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. UPhilander udlale kakuhle kakhulu ngethuba iqela laseNtshona Koloni iFN Rangers ibidlala kwimidlalo ye-ABC Motsepe League kazwelonke neyokuzibekela indawo…

UJALI UNGUMDLALI OMTSHA KWIICHILLI BOYS

Ngelingeni iChippa United ibhengeze emva kwemini ngoLwesine ukutyikitya kwayo owayesakuba ngumdlali wasesiswini kwiMoroka Swallows neMamelodi Sundowns u-Andile Jali. Esisibhengezo siphawula ukubuyela kukaJali kwiphondo lakhe lokuzalwa emva kokudlalela amaqela aseGauteng. UJali,…

css.php