UMOSIMANE UYAMVUYELA UMORENA
UPitso Mosimane uyayivuyela inkqubela phambili yomdlali osisiquququ kwiMamelodi Sundowns nakwiBafana Bafana uThapelo Morena. UMorena, oneminyaka engamashumi amathathu, ungene njengelalela, waze wafaka amanqaku amabini ngethuba iBafana iquthisa iZimbabwe ngamanqaku amathathu kwelinye…