Category: Football

UMBENYANE UYEKILE UKUDLALA

U-Andile Mbenyane, obengumkhonzi othembekileyo nowayengukapteni weChippa United, uwalahlele kude amaquza akhe njengokuba eyekile ukudlala emva kweminyaka engaphaya kweshumi edlalela iiChilli Boys zaseMpuma Koloni. Lenzalelwane yaseMbekweni, ePere, yaqala ukudlalela iiChilli Boys…

WOYISAKELE UMOSIMANE 

UPitso Mosimane woyisakele kwilinge lakhe lokuhlangula i-Abha Club ukuba ingehli isuke kwiSaudi Pro League iye kwiYellow League njengokuba ibethwe ngamanqaku amabini kwelinye yi-Al Hazem e-Al-Hazm Stadium ngokuhlwa kwangoMvulo. UMuhammed Badammosi…

UPHINDILE KWAKHONA UMOKWENA 

Umqeqeshi weMamelodi Sundowns uRulani Mokwena uphumelele iwonga leDStv Premiership Coach of the Month isihlandlo sesithathu kulesizini. UMokwena uphumelele imbasa yeMay Coach of the Month emva kokukhokelela iiBrazilians kwimpumelelo yemidlalo emine,…

MOKWENA WINS IT AGAIN

Championship-winning Mamelodi Sundowns mentor Rulani Mokwena has won the DStv Premiership Coach of the Month award for the third time this season. Mokwena won the May DStv Premiership Coach of…

AL AHLY DO IT AGAIN 

Al Ahly defeated Esperance Sportive de Tunis 1-0 in the final of the CAF Champions League at the Cairo International Stadium in Egypt on Saturday evening. The Red Devils had…

css.php