Category: Football

CARNELL LEAVES MLS SIDE

Former Kaizer Chiefs and Wits University defender Bradley Carnell left American Major League Soccer (MLS) side St Louis City on Monday following bad results. The 47-year-old Carnell, who was born…

AMAKHOSI IMKHULULILE UJOHNSON 

IKaizer Chiefs ivakalisile emva kwemini ngoMvulo ukuba imkhulule umqeqeshi uCavin Johnson njengokuba umtshato uphelile. UJohnson, owayeqeqesha iPlatinum Stars neSuperSport United, waqeshwa yiChiefs kulesizini ephelileyo njengentloko yeqela lolutsha. Kodwa uJohnson wagqiba…

AMAKHOSI DUMP JOHNSON

Kaizer Chiefs confirmed on Monday afternoon that their marriage with Cavin Johnson had come to an end. The former Platinum Stars and SuperSport United was appointed as Amakhosi head of…

USWELEKILE USHONGA 

Iindaba ezibuhlungu nezilusizi eziphuma eZambia zithi uyikhabile ibhekile owayengumdlali weChipolopolo uJustin Shonga. Ubeneminyaka engamashumi amabini anesixhenxe. UShonga, owayedlalela i-Orlando Pirates, iTshakhuma Tsha Madzivhandila, iCape Town City neSekhukhune United, ubhubhe ngeCawa…

SHONGA PASSES AWAY 

Sad news coming out of Zambia is that former Chipolopolo and Nkwazi player Justin Shonga passed away on Sunday. He was 27. Shonga, who played for Orlando Pirates, Tshakhuma Tsha…

UMJAMANI UZAKUQEQESHA IBABINA NOKO  

ISekhukhune United ibhengezile emva kwemini ngeCawa ukuba ichonge uPeter Hyballa waseJamani njengomqeqeshi omtsha. UHyballa, oneempepha ze-UEFA Pro, yindoda ekukudala ihamba njengokuba esebenze eJamani, eNamibia, e-Austria, eNetherlands, ePoland, eDenmark naseSlovakia. Lomfo…

UNOZINTI OMTSHA KWIICITIZENS

ICape Town City yongeze omnye umdlali kwiqela layo emva kokutyikitya unozinti u-Elson Ayanda Sithole esuka kubatshakazi iMagesi FC. USithole, oneminyaka engamashumi amabini anesithathu, uzakuvala isithuba esavela emva kokukhululwa kukaBongani Mpandle…

GOALIE JOINS CT CITY

Cape Town City added yet another player to their squad following the completion of the signing of goalkeeper Elson Ayanda Sithole from newly-promoted Magesi FC. The 23-year-old Sithole will fill…

ABAFANA BES’THENDE BATYIKITYE UPHILLIPS 

ILamontville Golden Arrows iqinisekisile ngentseni yangoMgqibelo ukuba ityikitye owayengumdlali wasemva kwiMoroka Swallows uKeenan Phillips. UPhillips, oneminyaka engamashumi amabini anesine, umanyana nomqeqeshi we-Arrows uSteve Komphela, obemqeqesha kwiiDube Birds kulesizini ephelileyo. Lenzalelwane…

css.php