Category: Football

IIBRAZILIANS ZIBETHE ISTELLIES  

Iphumelele kwakhona iMamelodi Sundowns njengokuba ibethe iStellenbosch FC ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weDStv Premiership e-Athlone Stadium, eKapa, emva kwemini ngoMgqibelo. Inqaku elililolo lifakwe nguLesiba Nku emva kokuncediswa nguThembinkosi Lorch ngomzuzu…

UBROOS UBHENGEZA IQELA LAKHE 

Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos ubhengeze iqela elinabadlali abangamashumi amathathu anesithandathu ngaphambi kwemidlalo yemfezeko yeNdebe yeHlabathi yango-2026. IBafana izakutyelela e-Uyo kwelaseNigeria, eNtshona Afrika, apho izakudlala khona umdlalo wemfezeko kunye neeSuper…

ZIPHINDILE KWAKHONA IIBRAZILIANS 

IMamelodi Sundowns iphumelele kwakhona njengokuba ibethe iRoyal AM ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo weDStv Premiership eHarry Gwala Stadium, eMgungundlovu, ngokuhlwa kwangoLwesibini. IiBrazilians zihlabe ikhefu zinkqenkqeza phambili ngenqaku elinye, elifakwe ngumdlali weqela…

USUTHU LUBAMBENE NECHIEFS 

Amanqaku afakwe kwisiqingatha sokuqala aye onela njengokuba AmaZulu ebambene neKaizer Chiefs ngenqaku macala kumdlalo weDStv Premiership eMoses Mabhida Stadium, eThekwini, ngokuhlwa kwangeCawa. Amakhosi afake inqaku lawo kusekutsha emdlalweni njengokuba u-Ashley…

ABAMBENE AMAQELA 

ICape Town City neTS Galaxy zibambene ngenqaku macala omabini kumdlalo weDStv Premiership eCape Town Stadium emva kwemini ngeCawa. Iqela lasekhaya iiCitizens zifake inqaku xa kanye kuzakuphela isiqingatha sokuqala, nqaku elo…

MATCHES DRAWN

TS Galaxy held Cape Town City to a 1-1 stalemate in a DStv Premiership encounter at the Cape Town Stadium on Sundayafternoon. The home side took the lead when Darwin…

css.php