Category: Football

AMAZULU ATYIKITYE ABADLALI ABATSHA

Iqela laseThekwini nelidlala kwiBetway Premiership, AmaZulu, aqinisekisile emva kwemini ngoLwesine ukuba atyikitye uLuyolo Slatsha noGustavo Lopes waseBrazil. USlatsha, oneminyaka engamashumi amabini anesibini, uzibandakanye noSuthu evela kwiCape Town City, edlala kwiMotsepe…

NEW ADDITIONS AT USUTHU

Durban-based Premiership side AmaZulu confirmed the signing of two players, Luyolo Slatsha and Brazilian-born Gustavo Lopes, on Thursday afternoon. The 22-year-old Slatsha joined Usuthu from Motsepe Foundation Championship (MFC) club…

IQELA LASEMELIKA LAMKELA UDITHEJANE

Ziindaba ezimnandi kuPuso Dithejane njengokuba ezibandakanye neChicago Fire, edlala kwiMajor League Soccer (MLS) eMelika ngoLwesibini. UDithejane, owalahlwa yiKaizer Chiefs, uzibandakanye neliqela elidlala kwiMLS evela kwiTS Galaxy. “Wamkelekile eqeleni, Puso. Sifumene…

UPHIRI UNGUMDLALI WEBABINA NOKO

ISekhukhune United, ezimisele kakhulu, ibhengeze ukuba ityikitye umdlali wasesiswini uLebogang Phiri ngokuhlwa kwangoMvulo. UPhiri, oneminyaka engamashumi amathathu ananye, uzimanye neBabina Noko emva kokudlala iisizini ezilishumi elinesithathu phesheya kolwandle kwilizwe iDenmark…

PHIRI JOINS BABINA NOKO

Ambitious Sekhukhune United announced the signing of midfielder Lebogang Phiri on Monday evening. The 31-year-old Phiri joined Babina Noko after he spent 13 seasons playing in Denmark and France. Phiri…

IIBRAZILIANS ZITYIKITYE UMDLALI OMTSHA 

Iintshatsheli ezikhusela iBetway Premiership, iMamelodi Sundowns, iqinisekisile ukuba iyityikitye ifolosi yaseColombia uBrayan León Muñiz kusasa ngoMvulo. Lommi waseColombia, oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu, uzibandakanye nezangxa zaseTshwane esuka kwi-Independiente Medellín yaseColombia. UMuñiz…

SUNDOWNS SWOOP ON SALENG

In a surprise move, defending Betway Premiership champions Mamelodi Sundowns announced the signing of Monnapule Saleng on Friday evening. The Tshwane giants signed the 27-year-old Saleng from Orlando Pirates. Saleng…

css.php