Category: Football

IBAFANA IQINISEKISILE INDAWO YOKUHLALA

Indawo apho iBafana Bafana izakuzinza khona ngexesha leNdebe yeHlabathi ezakusingathwa ngobambiswano yiMelika, iCanada neMexico, iye yaqinisekiswa yiSouth African Football Association (SAFA) emva kwemini ngoLwesine. Umqeqeshi uHugo Broos namakhwenkwe akhe bakhethe…

IBUYELE PHEZULU ISUNDOWNS

Kubonakele ngathi AmaZulu azakudlala ngokulingana neMamelodi Sundowns de kwathi gqi uMarcelo Allende engcangcazelisa umnatha, nto ke leyo eyenze ukuba iiBrazilians zibethe Usuthu ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weBetway Premiership eMoses Mabhida…

css.php