Category: Football

IPIRATES YENZE IMBALI 

I-Orlando Pirates yenze imbali ngethuba iphumelela indebe yeMTN8 emva kokubetha iStellenbosch FC ngamanqaku amathathu kwelinye eMoses Mabhida Stadium, eThekwini, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Amanqaku amabini afakwe ngamalalela uTshegofatso Mabasa noRelebohile Mofokeng ngegwaxaza…

UKAPINGA UZIBANDAKANYE NEBABINA NOKO 

ISekhukhune United ibhengeze ukuba ityikitye owayesakuba ngumdlali wasesiswini kwiBlack Leopards uLesedi Kapinga kusasa ngoLwesine. UKapinga uzibandakanye neBabina Noko emva kokukhululwa yi-Orlando Pirates kulenyanga ephelileyo. Uhleli isizini enye qha kwiPirates emva…

KAPINGA JOINS BABINA NOKO

Limpopo side Sekhukhune United announced the signing of former Black Leopards midfielder Lesedi Kapinga on Thursday morning. Kapinga joined Babina Noko after he was released by Orlando Pirates last month.…

 AMAZULU AMGXOTHILE UMQEQESHI 

Ukubethwa kathathu kwimidlalo elandelelanayo kuphume nodlolwazana njengokuba AmaZulu emgxothile umqeqeshi wawo uPablo Franco Martin waseSpain ngokuhlwa kwangoMvulo. Usuthu luyiqale kakubi kakhulu lesizini, lubethwa yiMarumo Gallants, iKaizer Chiefs kunye nePolokwane City.…

AYIKHO EGOBE UPHONDO EPOLOKWANE 

Amanqaku afakwe kwisiqingatha sokuqala akhokelele ekubeni iPolokwane City ibambane ngenqaku macala neStellenbosch FC kumdlalo weBetway Premiership e-Old Peter Mokaba Stadium ngokuhlwa kwangeCawa. Iindwendwe ebezisuka kwiCape Winelands zifake kuqala ngequza likaLehlohonolo…

ENYE IMPUMELELO YEECHILLI BOYS 

IChippa United iphumelele umdlalo wayo wesibini ngethuba ibetha i-TS Galaxy ngamanqaku amabini kwelinye kumdlalo weBetway Premiership eNelson Mandela Bay Stadium, eGqeberha, emva kwemini ngeCawa. Eliqela laseMpuma Koloni liphale phambili ngenqaku…

css.php