UTINKLER NGUMQEQESHI OMTSHA KWIBABINA NOKO
Imfihlo ekungakhange kukwaziwe ukuyifihla ide yathi gqi njengokuba iqela leSekhukhune United liqinisekise ukuba lityumbe u-Eric Tinkler njengomqeqeshi walo omtsha emva kwemini ngoMvulo. UTinkler, owagxothwa yiCape Town City kwiinyanga ezimbalwa ezigqithileyo,…