Category: Football

ULEBITSO UTYIKITYE ISIVUMELWANO NESTELLIES

IStellenbosch FC ibhengezile kusasa ngoLwesibini ukuba iluqinisile udonga lwayo lwasemva emva kokutyikitya uThabiso Lebitso evela kwi-Orlando Pirates. ULebitso uchithe ezisizini zimbini zigqithileyo edlalela iPirates, apho wayinceda ukuba iphumelele intshinga yeBetway…

IDURBAN CITY IKHULULE ABADLALI

Iqela laKwaZulu-Natal, elidlala kwiBetway Premiership, iDurban City, ingqinile emva kwemini ngoMvulo ukuba ibakhululile abadlali abalithoba. Abadlali abane, uTerrence Mashego, uTaahir Goedeman, uRonaldo Maarman noSiphiwe Mahlangu bakhululwe njengokuba zifikelele esiphelweni izivumelwano…

DBN CITY OFF-LOAD PLAYERS

KwaZulu-Natal Premiership side Durban City confirmed on Monday afternoon that they had released at least nine players from their squad. Four players – Terrence Mashego, Taahir Goedeman, Ronaldo Maarman and…

UMBULE UTYIKITYWE LIQELA LASE-IRAQ

Emva kokukhululwa yi-Orlando Pirates kutsha nje, umdlali wasesiswini, uSipho Mbule, ubhengezwe njengomdlali omtsha weZakho SC yase-Iraq. Eliqela lase-Iraq libhengeze ngokuhlwa kwangoMgqibelo ukuba lityikitye lomdlali wasesiswini nowayedlalela iPirates, iSekhukhune United, iMamelodi…

MBULE JOINS IRAQI CLUB

Released by Orlando Pirates recently, midfielder Sipho Mbule has now been confirmed as the new addition at Iraqi club Zakho SC. The Iraqis announced the signing of the former Pirates,…

USAMISIWE UZWANE

Isigqeba soluleko seFIFA sisichithile isibheno seSouth African Football Association (SAFA) ngasekumisweni komdlali wasesiswini kwiBafana Bafana, uThemba Zwane, omiswe imidlalo emithathu. UZwane wamiswa imidlalo emithathu emva kokufumana ikhadi elibomvu kumdlalo wokuvula…

ZWANE BAN STAYS

The FIFA disciplinary committee has dismissed an appeal by the South African Football Association (SAFA) against Bafana Bafana midfielder Themba Zwane’s three-match suspension. Zwane is serving a three-match suspension he…

css.php