Category: Football

UGXOTHIWE UHUNT

Iqela laKwaZulu-Natal iDurban City ibhengezile emva kwemini ngoMvulo ukuba lufikelele esiphelelweni uhambo lwayo kunye nomqeqeshi uGavin Hunt. Lomqeqeshi owayesakuqeqesha iSuperSport United, iChippa United neKaizer Chiefs ugxothwe emva kokubethwa kweCity ngamanqaku…

DBN CITY SACK HUNT

KwaZulu-Natal side Durban City announced on Monday afternoon that they had gone separate ways with their head coach Gavin Hunt. The former SuperSport United, Chippa United and Kaizer Chiefs coach’s…

IINATAL RICH BOYZ ZIBETHE AMAZULU 

IRichards Bay FC ibonakalise ubungangamsha bayo ngethuba ibetha AmaZulu ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo wobukhaya baKwaZulu-Natal kwiBetway Premiership eMhlathuze Sports Complex, eRichards Bay, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. IiNatal Rich Boyz zivule ngenqaku elize…

css.php