Category: Football

VAN HEERDEN RETIRES

Veteran defender Marc van Heerden announced his retirement from professional football on X on Sunday evening. “I officially retire from the game that has given me everything. I came into…

UZWANE UZAKUHLALA KWISUNDOWNS

Igqala lomdlali wasesiswini nongukapteni weMamelodi Sundowns uThemba Zwane uzakuhlala kwiiBrazilians kulandela ukolulwa kwesivumelwano sakhe sengqesho ngonyaka. “Sichwayitile ukwazisa ukuba ukapteni wethu uThemba Zwane wolule isivumelwano sakhe sengqesho ngonyaka,” zitshilo iiBrazilians.…

SOLULIWE ISIVUMELWANO SENGQESHO SIKAMOKOENA 

Ngelingeni umdlali wasesiwini kwiBafana Bafana uTeboho Mokoena ude wasolula isivumelwano sengqesho neentshatsheli iMamelodi Sundowns, litshilo eliqela emva kwemini ngoMgqibelo. Zitsale ixesha elide iingxoxo phakathi kweeBrazilians nababemele uMokoena ngaphambi kokufikelela kwisivumelwano…

MOKOENA EXTENDS SUNDOWNS CONTRACT

Bafana Bafana midfielder Teboho Mokoena has finally extended his contract with champions Mamelodi Sundowns, the club announced on Saturday afternoon. Negotiations between the Brazilians and Mokoena’s representatives took longer than…

AZAKUTSALWA AMAQELA ANGENE KWIISEMI-FINALS 

Azakuthelekiswa ngeCawa emva komdlalo weMamelodi Sundowns nePolokwane City amaqela azakudlala kwimidlalo eyandulela eyamagqibelakankqoyi eMTN8. Izangxa zaseTshwane zizakudlala neRise and Shine eLucas Moripe Stadium, e-Atteridgeville, ngentsimbi yesithathu, usuku nje emva kokuba…

MTN8 LAST FOUR DRAW

The draw for the semi-finals of the MTN8 is going to be conducted immediately after the quarter-final clash between Mamelodi Sundowns and Polokwane City on Sunday. The Tshwane giants clash…

css.php