Category: Football

AYIKHO EGOBE UPHONDO

Bekubonakala ngathi iCape Town City izakubuyela ekhaya nempumelelo de iRoyal AM yafaka inqaku lokulinganisa njengokuba lamaqela mabini ebambene ngenqaku macala kumdlalo weBetway Premiership eHarry Gwala Stadium, eMgungundlovu, emva kwemini ngoMgqibelo.…

YIMOSES MABHIDA KWAKHONA

IMoses Mabhida Stadium eseThekwini izakusingatha umdlalo wamagqibelakankqoyi eMTN8 phakathi kwe-Orlando Pirates neStellenbosch FC kwimpelaveki yokuqala ku-Okthobha. IPremier Soccer League (PSL) ibhengezile ngoLwesithathu ukuba elibala elalisingathe imidlalo yeNdebe yeHlabathi ngo-2010 likhethelwe…

css.php